Isaya 38:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Abaphilayo, abaphilayo ngabo abakwaziyo ukukudumisa,Kanye njengokuba nam ndikwazi ukukudumisa namhlanje. Utata unokubafundisa oonyana bakhe ngokunyaniseka kwakho.+
19 Abaphilayo, abaphilayo ngabo abakwaziyo ukukudumisa,Kanye njengokuba nam ndikwazi ukukudumisa namhlanje. Utata unokubafundisa oonyana bakhe ngokunyaniseka kwakho.+