Isaya 38:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UIsaya wathi: “Yizani nesonka samafiya* omisiweyo nize nisiqabe kwithumba lakhe ukuze aphile.”+