Isaya 39:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Ngelo xesha ukumkani waseBhabhiloni uMerodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, wathumela iileta nesipho kuHezekiya,+ kuba wayevile ukuba ebekhe wagula, kodwa ngoku uphilile.+
39 Ngelo xesha ukumkani waseBhabhiloni uMerodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, wathumela iileta nesipho kuHezekiya,+ kuba wayevile ukuba ebekhe wagula, kodwa ngoku uphilile.+