Isaya 39:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Emva koko umprofeti uIsaya weza kuKumkani uHezekiya, wathi kuye: “Aye athini la madoda? Khona, ebevela phi?” UHezekiya wathi: “Avela kwilizwe elikude, eBhabhiloni.”+
3 Emva koko umprofeti uIsaya weza kuKumkani uHezekiya, wathi kuye: “Aye athini la madoda? Khona, ebevela phi?” UHezekiya wathi: “Avela kwilizwe elikude, eBhabhiloni.”+