Isaya 39:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.” Emva koko wathi: “Kuba kaloku kuza kube kukho uxolo nenzolo* ngeyam imihla.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 39:8 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 397
8 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.” Emva koko wathi: “Kuba kaloku kuza kube kukho uxolo nenzolo* ngeyam imihla.”+