Isaya 40:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Mamela! Kukho umntu othi: “Khwaza!” Omnye uyaphendula: “Ndikhwaze ndithini?” “Bonke abantu banjengengca* eluhlaza. Lonke uthando lwabo olungagungqiyo lunjengentyatyambo yengca.+
6 Mamela! Kukho umntu othi: “Khwaza!” Omnye uyaphendula: “Ndikhwaze ndithini?” “Bonke abantu banjengengca* eluhlaza. Lonke uthando lwabo olungagungqiyo lunjengentyatyambo yengca.+