Isaya 40:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kanti awazi? Khona, awuvanga? UYehova, uMdali wayo yonke into esemhlabeni, unguThixo ngonaphakade.+ Akaze adinwe; engaze atyhafe.+ Kaloku ukuqonda kwakhe akunakuze kwaziwe.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 40:28 IMboniselo,11/15/2012, iphe. 16 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 411-413
28 Kanti awazi? Khona, awuvanga? UYehova, uMdali wayo yonke into esemhlabeni, unguThixo ngonaphakade.+ Akaze adinwe; engaze atyhafe.+ Kaloku ukuqonda kwakhe akunakuze kwaziwe.+