Isaya 41:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko umkhandi olichule womeleza umnyibilikisi;+Lowo ugudisa ngehamile yokunkqonkqa,Womeleza obethelela kwisikhandelo. Uthi ngelothe: “Ilungile.” Emva koko sibethelelwa ngezikhonkwane ukuze singawi. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 41:7 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 20, 22
7 Ngoko umkhandi olichule womeleza umnyibilikisi;+Lowo ugudisa ngehamile yokunkqonkqa,Womeleza obethelela kwisikhandelo. Uthi ngelothe: “Ilungile.” Emva koko sibethelelwa ngezikhonkwane ukuze singawi.