Isaya 41:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Sukoyika, kuba ndinawe.+ Sukuba nexhala kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa, nakanjani ndiza kukunceda,+Ngaphandle kwamathandabuzo, ndiza kukubamba ngesandla sam sasekunene sobulungisa.’ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 41:10 IMboniselo (Efundwayo),7/2016, iphe. 18 IMboniselo,1/1/2012, iphe. 18 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 22-23
10 Sukoyika, kuba ndinawe.+ Sukuba nexhala kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa, nakanjani ndiza kukunceda,+Ngaphandle kwamathandabuzo, ndiza kukubamba ngesandla sam sasekunene sobulungisa.’
41:10 IMboniselo (Efundwayo),7/2016, iphe. 18 IMboniselo,1/1/2012, iphe. 18 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 22-23