Isaya 41:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Uza kuzikhangela iintshaba zakho, kodwa awuzukuzifumana;Kuza kuba ngathi awekho amadoda alwa nawe, aza kuphela tu.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 41:12 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 23-24
12 Uza kuzikhangela iintshaba zakho, kodwa awuzukuzifumana;Kuza kuba ngathi awekho amadoda alwa nawe, aza kuphela tu.+