Isaya 41:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “Abasweleyo namahlwempu bafuna amanzi, kodwa awekho. Ulwimi lwabo lome nko lunxano.+ Mna, Yehova, ndiza kubaphendula.+ Mna, Thixo kaSirayeli, andizukubashiya.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 41:17 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 25-26
17 “Abasweleyo namahlwempu bafuna amanzi, kodwa awekho. Ulwimi lwabo lome nko lunxano.+ Mna, Yehova, ndiza kubaphendula.+ Mna, Thixo kaSirayeli, andizukubashiya.+