9 Maziqokelelane ndawonye zonke iintlanga,
Maziqokelelwe ndawonye nezizwe.+
Ukho na kuzo onokusichazela ezi zinto?
Ngaba ukhona yena onokusichazela izinto eziza kuqala zenzeke?+
Mabeze ngaphambili namangqina abo,
Ukuze bazithethelele, Okanye abevayo mabathi, ‘Zithetha inyani!’”+