Isaya 44:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngubani ofana nam?+ Makakhwaze atsho, aze nobungqina kum!+ Njengokuba ndenzayo ukususela ekumiseleni kwam abantu bakudala,Mabachaze izinto ezizayoNezinto eziseza kwenzeka. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 44:7 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 64-65
7 Ngubani ofana nam?+ Makakhwaze atsho, aze nobungqina kum!+ Njengokuba ndenzayo ukususela ekumiseleni kwam abantu bakudala,Mabachaze izinto ezizayoNezinto eziseza kwenzeka.