Isaya 44:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sanukutyhwatyhwa,Sanukungcangcazela amadolo luloyiko.+ Ngaba andixelelanga ngamnye kuni kwangaphambili ndaza ndanazisa? Ningamangqina am.+ Ngaba ukho omnye uThixo ngaphandle kwam? Hayi, akekho omnye uLiwa;+ akekho endimaziyo.’” Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 44:8 IMboniselo,1/15/2007, iphe. 10 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 64-65
8 Sanukutyhwatyhwa,Sanukungcangcazela amadolo luloyiko.+ Ngaba andixelelanga ngamnye kuni kwangaphambili ndaza ndanazisa? Ningamangqina am.+ Ngaba ukho omnye uThixo ngaphandle kwam? Hayi, akekho omnye uLiwa;+ akekho endimaziyo.’”