Isaya 44:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Bonke ababumba imifanekiso eqingqiweyo bachitha ixesha labo,Nezo zinto zabo bazithandayo azizukubanceda nganto.+ Bangamangqina angaboniyo yaye abazi nto,+Abo bayenzayo baza kuhlaziswa njengayo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 44:9 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 66
9 Bonke ababumba imifanekiso eqingqiweyo bachitha ixesha labo,Nezo zinto zabo bazithandayo azizukubanceda nganto.+ Bangamangqina angaboniyo yaye abazi nto,+Abo bayenzayo baza kuhlaziswa njengayo.+