Isaya 44:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Emva koko uba ziinkuni umntu abasa ngazo umlilo. Ucanda kwawona ukuze azifudumeze.Ubasa ngawo aze abhake isonka. Kodwa kwangawo wenza uthixo aze amkhonze. Wenza umfanekiso oqingqiweyo aze aqubude kuwo.+
15 Emva koko uba ziinkuni umntu abasa ngazo umlilo. Ucanda kwawona ukuze azifudumeze.Ubasa ngawo aze abhake isonka. Kodwa kwangawo wenza uthixo aze amkhonze. Wenza umfanekiso oqingqiweyo aze aqubude kuwo.+