19 Akukho kwamntu uzikisa ukucinga
Okanye waziyo okanye oqondayo, aze athi:
“Ndiyibasile ihafu yawo,
Ndaza ndabhaka isonka emalahleni awo, ndazojela nenyama.
Ngaba ke ngoko ndimele ndenze into eyenyanyekayo kwangawo?+
Ndimele ndiqubude kwisigodo somthi na?”