Isaya 45:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kuba uthi uYehova,UMdali wezulu,+ uThixo wokwenene,Lowo wadala umhlaba, noMenzi wawo, owawenza wazinza,+Ongawudalelanga ukuba uhlale nje,* kodwa owudalele ukuba kuhlalwe kuwo:+ “NdinguYehova, akakho omnye uThixo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 45:18 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 88-90
18 Kuba uthi uYehova,UMdali wezulu,+ uThixo wokwenene,Lowo wadala umhlaba, noMenzi wawo, owawenza wazinza,+Ongawudalelanga ukuba uhlale nje,* kodwa owudalele ukuba kuhlalwe kuwo:+ “NdinguYehova, akakho omnye uThixo.