Isaya 47:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Wathi: “Ndiza kuhlala ndinguKumkanikazi* ngonaphakade.”+ Awuzange uzihoye ezi zinto;Awuzange ucinge ukuba siza kuba njani isiphelo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 47:7 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 109-110
7 Wathi: “Ndiza kuhlala ndinguKumkanikazi* ngonaphakade.”+ Awuzange uzihoye ezi zinto;Awuzange ucinge ukuba siza kuba njani isiphelo.