Isaya 48:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Hayi kaloku, awuzange uzive,+ ungazange uzazi,Iindlebe zakho zazikade zivalekile. Kuba ndiyazi kakuhle indlela onamaqhinga ngayo,+Futhi kwathiwa ungumoni usazalwa.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 48:8 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 125-126
8 Hayi kaloku, awuzange uzive,+ ungazange uzazi,Iindlebe zakho zazikade zivalekile. Kuba ndiyazi kakuhle indlela onamaqhinga ngayo,+Futhi kwathiwa ungumoni usazalwa.+