Isaya 48:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Izinto endizenzayo ndizenza ngenxa yam, ngenxa yam kanye,+Kuba ndingalivumela njani igama lam lingcoliswe?+ Akukho namnye endimnika uzuko lwam. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 48:11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 126-127
11 Izinto endizenzayo ndizenza ngenxa yam, ngenxa yam kanye,+Kuba ndingalivumela njani igama lam lingcoliswe?+ Akukho namnye endimnika uzuko lwam.