2 Kutheni ke ndifike kungekho mntu?
Kutheni ndingazange ndiphendulwe xa ndithetha?+
Ngaba sifutshane isandla sam ukuba singasindisa?
Okanye andinawo na amandla okusindisa?+
Jongani! Ndithi ndakukhalima, lome ulwandle;+
Imilambo ndiyenza ibe yintlango.+
Iintlanzi zayo ziyabola ngenxa yokungabikho kwamanzi,
Ibe ziyafa ngenxa yonxano.