Isaya 51:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ayinguwe na owomisa ulwandle, amanzi anzulu ngendlela emangalisayo?+ Lowo wenza iinzulu zolwandle zaba yindlela yokunqumla abo bahlawulelweyo?+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 51:10 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 172-173
10 Ayinguwe na owomisa ulwandle, amanzi anzulu ngendlela emangalisayo?+ Lowo wenza iinzulu zolwandle zaba yindlela yokunqumla abo bahlawulelweyo?+