Isaya 51:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Ndim kanye onithuthuzelayo.+ Yintoni enokunenza noyike umntu ofayo,+Nonyana womntu oza kubuna oku kwengca? Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 51:12 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 174
12 “Ndim kanye onithuthuzelayo.+ Yintoni enokunenza noyike umntu ofayo,+Nonyana womntu oza kubuna oku kwengca?