Isaya 52:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kuba uthi uYehova: “Xa wathengiswayo, zange kukhutshwe mali,+Ngoko ke naxa ubuyiswa, akuzukukhutshwa mali.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:3 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 182
3 Kuba uthi uYehova: “Xa wathengiswayo, zange kukhutshwe mali,+Ngoko ke naxa ubuyiswa, akuzukukhutshwa mali.”+