Isaya 52:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYehova uyityhilile ingalo yakhe engcwele emehlweni azo zonke iintlanga;+Ibe bonke abantu abasemhlabeni baza kuyibona indlela asindisa* ngayo uThixo wethu.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:10 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 190-191
10 UYehova uyityhilile ingalo yakhe engcwele emehlweni azo zonke iintlanga;+Ibe bonke abantu abasemhlabeni baza kuyibona indlela asindisa* ngayo uThixo wethu.+