Isaya 52:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kuba anizukuphakuzela xa niphuma,Ningazukuphuma nibaleka,Kuba uYehova uza kuhamba phambi kwenu,+UThixo kaSirayeli uza kuba ngumkhuseli wenu ngasemva.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:12 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 191, 193
12 Kuba anizukuphakuzela xa niphuma,Ningazukuphuma nibaleka,Kuba uYehova uza kuhamba phambi kwenu,+UThixo kaSirayeli uza kuba ngumkhuseli wenu ngasemva.+