Isaya 52:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Nangoku, uza kothusa iintlanga ezininzi.+ Ookumkani baza kuyivala imilomo yabo* phambi kwakhe,+Kuba baza kubona into abangazange bayixelelweBaze bacingisise ngento abangazange bayiva.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 197
15 Nangoku, uza kothusa iintlanga ezininzi.+ Ookumkani baza kuyivala imilomo yabo* phambi kwakhe,+Kuba baza kubona into abangazange bayixelelweBaze bacingisise ngento abangazange bayiva.+