Isaya 53:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Akazange agwetywe ngobulungisa,* waza wabulawa;Ngoko ke, ngubani oza kuzixhalabisa ngeenkcukacha zesizukulwana sakhe?* Kuba wasuswa kwabaphilayo;+Wafumana umvumbo* ngenxa yokona kwabantu bam.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 53:8 IMboniselo,8/15/2011, iphe. 13-14 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 207-208 “Sonke ISibhalo”, iphe. 119
8 Akazange agwetywe ngobulungisa,* waza wabulawa;Ngoko ke, ngubani oza kuzixhalabisa ngeenkcukacha zesizukulwana sakhe?* Kuba wasuswa kwabaphilayo;+Wafumana umvumbo* ngenxa yokona kwabantu bam.+
53:8 IMboniselo,8/15/2011, iphe. 13-14 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 207-208 “Sonke ISibhalo”, iphe. 119