Isaya 54:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 54 “Khwaza uvuya wena mfazindini ungafumani bantwana nongazange wazala!+ Yonwaba uze ukhwaze uvuya+ wena ungazange ube nanimba,+Kuba baninzi oonyana* bomfazi olahliweyoKunoonyana bomfazi onomyeni,”*+ utsho uYehova. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 54:1 IMboniselo,3/15/2006, iphe. 11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 216-221
54 “Khwaza uvuya wena mfazindini ungafumani bantwana nongazange wazala!+ Yonwaba uze ukhwaze uvuya+ wena ungazange ube nanimba,+Kuba baninzi oonyana* bomfazi olahliweyoKunoonyana bomfazi onomyeni,”*+ utsho uYehova.