Isaya 54:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngomkhukula wokucaphuka ndabufihla ubuso bam kuwe okomzuzwana,+Kodwa, ukuhlala kwam ndikuthanda ngokungagungqiyo kundenza ndibe nenceba kuwe ngonaphakade,”+ utsho uMhlawuleli wakho,+ uYehova. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 54:8 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 224-226
8 Ngomkhukula wokucaphuka ndabufihla ubuso bam kuwe okomzuzwana,+Kodwa, ukuhlala kwam ndikuthanda ngokungagungqiyo kundenza ndibe nenceba kuwe ngonaphakade,”+ utsho uMhlawuleli wakho,+ uYehova.