Isaya 57:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngubani lo uye wamoyika kangaka,Le nto usuke waqalisa ukuxoka?+ Kaloku wena uye wandilibala.+ Ubungandihoyanga.+ Andithi mna ndiye ndathi cwaka, ndakuvula?*+ Ngoko uye wandibonisa ukuba awundoyiki. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 57:11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 269
11 Ngubani lo uye wamoyika kangaka,Le nto usuke waqalisa ukuxoka?+ Kaloku wena uye wandilibala.+ Ubungandihoyanga.+ Andithi mna ndiye ndathi cwaka, ndakuvula?*+ Ngoko uye wandibonisa ukuba awundoyiki.