Isaya 57:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kwakundicaphukisa ukuleqana kwakhe nesono sokufuna ukufumana inzuzo ngokunyoluka,+Ngoko ndambetha, ndibufihla ubuso bam, ndicaphukile. Kodwa waqhubeka ehamba njengomntu ongathobeliyo,+ elandela indlela yentliziyo yakhe. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 57:17 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 271-272
17 Kwakundicaphukisa ukuleqana kwakhe nesono sokufuna ukufumana inzuzo ngokunyoluka,+Ngoko ndambetha, ndibufihla ubuso bam, ndicaphukile. Kodwa waqhubeka ehamba njengomntu ongathobeliyo,+ elandela indlela yentliziyo yakhe.