Isaya 58:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ukuqhekezela umntu olambileyo kwisonka sakho,+Ukumemela emzini wakho umntu ongathathi ntweni nongenakhaya.Kukuthi xa ubona umntu ehamba ze umnike into yokunxiba,+Nokungamfulatheli umntu ozalana naye. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 58:7 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 281-282
7 Ukuqhekezela umntu olambileyo kwisonka sakho,+Ukumemela emzini wakho umntu ongathathi ntweni nongenakhaya.Kukuthi xa ubona umntu ehamba ze umnike into yokunxiba,+Nokungamfulatheli umntu ozalana naye.