Isaya 58:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ukuba umntu olambileyo umpha into nawe oyithandayo+Yaye wanelisa abantu abasentlungwini,Ngoko ke ukukhanya kwakho kuza kukhanya nasebumnyameni,Nesithokothoko sakho sobumnyama siza kuba njengasemini emaqanda.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 58:10 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 282-284
10 Ukuba umntu olambileyo umpha into nawe oyithandayo+Yaye wanelisa abantu abasentlungwini,Ngoko ke ukukhanya kwakho kuza kukhanya nasebumnyameni,Nesithokothoko sakho sobumnyama siza kuba njengasemini emaqanda.+