13 Ukuba ngenxa yeSabatha, imini engcwele, uyayeka ukwenza ukuthanda kwakho,+
Yaye iSabatha uyibiza usuku olumnandi gqitha, imini kaYehova engcwele, imini yokuzukiswa,+
Ibe uyayizukisa endaweni yokuba uleqeke emva kwezakho izinto, yaye uyayeka ukuthetha amazwi angakhiyo,