21 “Mna ke ndithi, nasi isivumelwano sam nabo,”+ utsho uYehova. “Umoya wam ophezu kwakho namazwi am endiwabeke emlonyeni wakho, akazukususwa emlonyeni wakho, nasemlonyeni wabantwana bakho, okanye emlonyeni wabazukulwana bakho, ngoku nangonaphakade,” utsho uYehova.