-
Isaya 60:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Kuba jonga! kuza kuba mnyama emhlabeni wonke,
Kube mnyama kuzo zonke iintlanga.
Kodwa uYehova uza kukhanya phezu kwakho,
Nobuqaqawuli bakhe bubonakale kuwe.
-