Isaya 60:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Iza kuqokelelelwa kuwe yonke imihlambi yakwaKedare.+ Uza kwenza into oyithandayo ngeenkunzi zeegusha zakwaNebhayoti.+ Ziza kuba ngumbingelelo owamkelekileyo kum,+Yaye ndiza kuyihombisa indlu yam ezukileyo.*+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 60:7 IMboniselo,7/1/2002, iphe. 11-13 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 308, 310
7 Iza kuqokelelelwa kuwe yonke imihlambi yakwaKedare.+ Uza kwenza into oyithandayo ngeenkunzi zeegusha zakwaNebhayoti.+ Ziza kuba ngumbingelelo owamkelekileyo kum,+Yaye ndiza kuyihombisa indlu yam ezukileyo.*+