-
Isaya 60:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 Omncinci uza kuba liwaka,
Nophantsi abe luhlanga olunamandla.
Mna Yehova, mna kanye, ndiza kuyenza ikhawuleze loo nto ngexesha layo.”
-