Isaya 61:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Baza kuwakha kwakhona amabhodlo ekudala ekho;Baza kuzivusa iindawo ezawohloka kudala,+Ibe baza kuzilungisa izixeko ezatshatyalaliswayo,+Iindawo ebezingamabhodlo kwizizukulwana ngezizukulwana.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 61:4 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 327
4 Baza kuwakha kwakhona amabhodlo ekudala ekho;Baza kuzivusa iindawo ezawohloka kudala,+Ibe baza kuzilungisa izixeko ezatshatyalaliswayo,+Iindawo ebezingamabhodlo kwizizukulwana ngezizukulwana.+