Isaya 61:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Endaweni yokuhlazeka, niza kufumana isabelo esiphindwe kabini,Yaye endaweni yokuthotywa, abantu bam baza kukhwaza bevuya ngenxa yesabelo sabo. Eneneni, baza kufumana ilifa eliphindwe kabini elizweni labo.+ Baza kuvuya ngonaphakade.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 61:7 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 330
7 Endaweni yokuhlazeka, niza kufumana isabelo esiphindwe kabini,Yaye endaweni yokuthotywa, abantu bam baza kukhwaza bevuya ngenxa yesabelo sabo. Eneneni, baza kufumana ilifa eliphindwe kabini elizweni labo.+ Baza kuvuya ngonaphakade.+