Isaya 61:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Inzala* yabo iza kuduma phakathi kweentlanga+Nesizukulwana sabo sidume phakathi kwezizwe. Wonke umntu obabonayo uza kwaziUkuba bayinzala* esikelelweyo nguYehova.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 61:9 IMboniselo,1/15/2007, iphe. 11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 332-333
9 Inzala* yabo iza kuduma phakathi kweentlanga+Nesizukulwana sabo sidume phakathi kwezizwe. Wonke umntu obabonayo uza kwaziUkuba bayinzala* esikelelweyo nguYehova.”+