Isaya 62:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Abantu abahlawulelwe nguYehova baza kubizwa ngokuba ngabantu abangcwele,+Ibe wena uza kubizwa ngokuba ungOfuniweyo, isiXeko Esingalahlwanga.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 62:12 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 348
12 Abantu abahlawulelwe nguYehova baza kubizwa ngokuba ngabantu abangcwele,+Ibe wena uza kubizwa ngokuba ungOfuniweyo, isiXeko Esingalahlwanga.+