Isaya 65:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Uthi uYehova: “Kanye njengokuba iwayini entsha ifunyanwa kwisihlahla seediliyaKube kukho umntu othi, ‘Sukusonakalisa kuba kukho into entle* kuso,’ Nam ndiza kwenza ngaloo ndlela ngabakhonzi bam;Andizukubatshabalalisa bonke.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:8 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 376-377
8 Uthi uYehova: “Kanye njengokuba iwayini entsha ifunyanwa kwisihlahla seediliyaKube kukho umntu othi, ‘Sukusonakalisa kuba kukho into entle* kuso,’ Nam ndiza kwenza ngaloo ndlela ngabakhonzi bam;Andizukubatshabalalisa bonke.+