Isaya 65:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ndiza kuvelisa inzala* kuYakobi,NakuYuda, umntu eziza kuba lilifa lakhe iintaba zam;+Umhlaba oneentaba uza kuba lilifa labantu bam abanyuliweyo,Nabakhonzi bam baza kuhlala kuwo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:9 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 376-377
9 Ndiza kuvelisa inzala* kuYakobi,NakuYuda, umntu eziza kuba lilifa lakhe iintaba zam;+Umhlaba oneentaba uza kuba lilifa labantu bam abanyuliweyo,Nabakhonzi bam baza kuhlala kuwo.+