Isaya 65:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Into eza kushiyeka ligama lenu eliza kusetyenziswa ngabakhethiweyo bam xa beqalekisa,Yaye iNkosi enguMongami uYehova iza kunibulala nonke,Kodwa abakhonzi bakhe uza kubabiza ngelinye igama;+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 380-381
15 Into eza kushiyeka ligama lenu eliza kusetyenziswa ngabakhethiweyo bam xa beqalekisa,Yaye iNkosi enguMongami uYehova iza kunibulala nonke,Kodwa abakhonzi bakhe uza kubabiza ngelinye igama;+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 380-381