20 “Apho, soze kuphide kubekho sana luza kufa luneentsuku nje ezimbalwa luzelwe,
Kungasoze kubekho nandoda ifa ingayiphilanga yonke imihla yayo.
Umntu ofa eneminyaka elikhulu, uza kube esabonwa njengenkwenkwana,
Aze umoni aqalekiswe nangona eneminyaka elikhulu.