Isaya 65:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Abazukwakha kuhlale abanye,Bengazukutyala izinto eziza kutyiwa ngabanye. Kuba imihla yabantu bam iza kuba njengeyomthi,+Abantu bam abakhethiweyo baxhamle ngokupheleleyo kwimisebenzi abayenze ngezandla zabo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:22 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 232, 236-237 IMboniselo,8/15/2009, iphe. 16 5/15/2000, iphe. 29 4/15/2000, iphe. 16-17 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 385-387
22 Abazukwakha kuhlale abanye,Bengazukutyala izinto eziza kutyiwa ngabanye. Kuba imihla yabantu bam iza kuba njengeyomthi,+Abantu bam abakhethiweyo baxhamle ngokupheleleyo kwimisebenzi abayenze ngezandla zabo.
65:22 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 232, 236-237 IMboniselo,8/15/2009, iphe. 16 5/15/2000, iphe. 29 4/15/2000, iphe. 16-17 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 385-387