Isaya 65:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Abazukubulalekela into engekhoyo,*+Bengazukuzala abantwana abaza kwehlelwa yintlekele,Kuba bayinzala yabantu abasikelelweyo nguYehova,+Bona nenzala yabo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:23 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 387 IMboniselo,4/15/2000, iphe. 17
23 Abazukubulalekela into engekhoyo,*+Bengazukuzala abantwana abaza kwehlelwa yintlekele,Kuba bayinzala yabantu abasikelelweyo nguYehova,+Bona nenzala yabo.+